TARKASTAD- Kwiphondo leMpuma Koloni kusweleke abantu abalishumi elinesihlanu(15) kwiziganeko zengozi ezahlukeneyo kunye nabantu abalishumi elinesibhozo(18) abathe bonzakala ngokumandla. Ezona zinto…
Read More

TARKASTAD- Kwiphondo leMpuma Koloni kusweleke abantu abalishumi elinesihlanu(15) kwiziganeko zengozi ezahlukeneyo kunye nabantu abalishumi elinesibhozo(18) abathe bonzakala ngokumandla. Ezona zinto…
Read More
KWABHACA- Liphehlelewe ngokusesikweni ixesha lolwaluko lwasehlotyeni kwiphondo leMpuma Koloni, ngomhla weshumi elinesithathu KweyeNkanga 2024, kuMasipala wasekuhlaleni Umzimvubu, KwaBhaca. Kule ngqungquthela…
Read More
Izakuba ngu muncu-muncu kwabalandeli bomdlalo weqakamba leqela loMzantsi Afrika. Oku kuza emveni kokuba iqakamba loMzantsi Afrika(CSA) lithe labhengeza inkampani ye-ayisikrimu…
Read More
NTABANKULU- UAvumile Bukwana uye kwivenkile yabemi bangaphandle ekuthiwa yiMfundisi eNtabankulu eyokuthenga ingxowa ye rice i5kg kanti uthenga iimpethu zodwa. Lo…
Read More
NQANQARHU- UYonela Mbaxa(29) ugwetywe iminyaka engamashumi amabini ethothoza kwezimnyama izisele ngokubulala isinqanda-mathe sakhe ngomkhono wekati ngenxa yokungamthembi uSibusiso Lawrence Ncedo,…
Read More
NXUBA- Ulale ebaliwe wavuka echetyiwe uYvonne Brouwers(29) othe wafunyanwa namatyala okubulala kunye nokubulala ngokungenalusini. Loka Yvonne ugwetywe iminyaka elishumi KwiNkundla…
Read More
MONTI- USodolophu womasipala ombaxa iBuffalo City uCeba Princess Faku esebenzisena namapolisa onyanzeliso mthetho omasipala ombaxa, i-arhente yerhafu uSARS, isebe lezemicimbi…
Read More
EAST LONDON- The Eastern Cape Department of Water and Sanitation is hosting a crucial 3-day workshop at the Blue Lagoon…
Read More
NGCOBO – Ngaphandle kokubhiyozela iminyaka engamashumi amathathu wenkululeko eMzantsi Afrika, abaninzi basajamelene nengxaki yokungabinamanzi acocekileyo kwiphondo leMpuma Koloni ingakumbi eNgcobo.…
Read More
MTHATHA- Abakwantsasana bakhangela izibhovu-bhovu zezibhongobhiyane ezibandakanyeka ekugwintweni kwentombi eneminyaka engama-28 kunye nomama osele ebuqina, oneminyaka engama-53. Esisibini sigetyengelwe eNtokozweni, eBaziya…
Read More