EMONTI- Isilarha esaziwa ngokuba yiIdeal siyabuya kwakhona kwaye sisilarha esiyintandane yabantu, kulindeleke ukuba sivule kwakhona iingcango eMonti, eCambridge. Esisilarha sathengwa…
Read More

EMONTI- Isilarha esaziwa ngokuba yiIdeal siyabuya kwakhona kwaye sisilarha esiyintandane yabantu, kulindeleke ukuba sivule kwakhona iingcango eMonti, eCambridge. Esisilarha sathengwa…
Read More
GATYANA- Ngomhla we-28 kweyeSilimela 2024 kwakusegchibhala kwilali yaseNgadla kuGatyane nanjengoko ibhekile yayihamba ixhego, utata, umfana, umama, njalo-njalo. Kwathi ibhekile isahamba…
Read More
NGCOBO– Lusaxhelekile usapho laseNgcobo kwilali yaseLuhewini emveni kokuba intombi yalo, uLinamandla Xhosana oneminyaka elishumi elinethoba(19) ubudala, enyamelele kwiiveki ezintathu ezidlulileyo.…
Read More
BITYI- Oonogada ababini ababhinqileyo abasebenza kwikliniki yaseXhwili kwilali yaseBityi kudekufuphi naseMthatha baxhwilwe bazebadlwengulwa emveni koko badutyulwa, omnye wabo uswelekele kwindawo…
Read More
GATYANA- UMasipala wesithili saseAmathole(ADM) ebesingathe intetho engobume bomasipala ngomhla wesithandathu kweyeThupha 2025 kuGatyana, lentetho ibibonisa iinzame ezinokuncedisa ekukhuliseni uphuhliso ekuhlaleni…
Read More
MDANTSANE- ISebe lezemfundo eMpuma Koloni linqumamise abafundi abahlanu emveni kokuba kulempelaveki bekutshitshiliza ividiyo ebonisa umfundi wesikolo samabanga aphakamileyo iDavid Mama…
Read More
LUSIKISIKI- Kuqhume izulu lezandla ngentseni yangoLwesibini kwilali yaseNgobozana, eLusikisiki apho indoda(42) kurhanelwa ukuba igqithise amafu umfazi wayo(49) kunye nalowo wayencuma…
Read More
QUMBU- UMasipala wasekuhlaleni waseKumkani Mhlontlo uthabathe isigqibo sokubeka uManejala walomasipala uLungile Ndabeni bucala okwethutyana, oku kuza emveni kokuba iSebe lorhulumento…
Read More
MQANDULI- Kudutyulwe umfundisi-ntsapho wayikhaba ibhekile wesikolo samabanga aphakamileyi iGengqe eMqanduli ngexesha ebesiya emsebenzini, ngomhla we-28 kule imiyo. Iingxelo zidiza ukuba…
Read More
BISHO- URhulumente wephondo leMpuma Koloni unqwalile ukuba ngokwenene akabalibelanga bonke abo babechatshazelwe zintlekele intsuku ezimbini ukusukela ngomhla we-08 ukuya ngomhla…
Read More