GQEBERHA- UMasipala ombaxa waseNelson Mandela Bay unesigqeba esitsha esizokuxhuzula imikhala. Ngokwengxelo edizwe ngulomasipala ngomhla wesibhozo kweyeNkanga kulo umiyo, igxininisile ukuba…
Read More

GQEBERHA- UMasipala ombaxa waseNelson Mandela Bay unesigqeba esitsha esizokuxhuzula imikhala. Ngokwengxelo edizwe ngulomasipala ngomhla wesibhozo kweyeNkanga kulo umiyo, igxininisile ukuba…
Read More
NGQELENI-Itsha-ntliziyo kuphuhliso nentlalo yoluntu, izinxiba-mxhaka, irharha nesiquququ sendoda. Umntu obenothando, ububele, intobeko kunye nentlonipho komncinci nomdala. Uwile umthi omkhulu, silahlekelwe…
Read More
MONTI- Zithe zanqakulwa ngamapolisa izikhakhamela zenkunzi-malanga, ooXholovane abaziwayo kwimbudede nembundandimunye yezixholo-xholo ezinodushe olukhatshwa bubundlobongela kwiphondo leMpuma Koloni. Amadoda amathathu(3) abanjiweyo…
Read More
MONTI- Kubanjwe umfundi oneminyaka eyi20 emveni kokuba ebelekele kwindawo yokuhlala yasesikolweni(School residence), emveni koko walahla imveku yakhe emgqomeni. Othethela amapolisa…
Read More
GQEBERHA- A 49 year old mother is allegedly accused of orchestrating the cold-blooded murder of her 22 year old son,…
Read More
KOMANI-Kweliphondo leMpuma Koloni, ngabantwana abathandathu(6) abagcuma zintlungu esibhedlele besabelana ngencwina emveni kokuthenga amashwam-shwam kwivenkile yabemi bangaphesheya kocingo. Esisiganeko senzeke ngoLwesihlanu…
Read More
GATYANE- USodolophu womasipala wesithili saseAmathole uCeba Anele Ntsangani ebambisene nosodolophu womasipala wasekuhlaleni waseMbhashe uCeba Samkelo Janda, batyelele isikolo samabanga aphakamileyo…
Read More
LIBODE- Iinkonzo zempilo kwisibhedlele iSt. Barnabas esizinze, eLibode simise inkqubo emveni kokuba kumoshakele umthombo wamanzi. Oku kuza emveni kokuba kubiwe…
Read More
CAWA- Izithyolo zithi inina ebeliyothenga inyama yenkukhu eluhlobo le’soup pack’ kuba lifuna into enomhluzi kwezingqele lidibene nomhlola wokufumana isifonyo sokuzikhusela…
Read More
MONTI- Iimbasa zeNkokheli zemveli zaseMzantsi Afrika (SATLAs), zisungule iimbasa zayo zokuqala ngqa ngomhla wokuqala kweyeNkanga 2024, kwiziko lengqungquthela zamazwe-ngamazwe eMonti.…
Read More