MAKHANDA- Amapolisa waseMakhanda aphanda ityala lokugetyengwa kwendoda eneminyaka engama-43 ubudala. Emzimbeni walendoda kugcwele amanxeba wokudutyulwa, umzimba wakhe ubhaqwe udunduluze kwithafa…
Read MoreMAKHANDA- Amapolisa waseMakhanda aphanda ityala lokugetyengwa kwendoda eneminyaka engama-43 ubudala. Emzimbeni walendoda kugcwele amanxeba wokudutyulwa, umzimba wakhe ubhaqwe udunduluze kwithafa…
Read MoreUMamboyi Maqungo(75) ulandulele eli ngomhla weshumi elinesibini kulenyanga yeNkanga kulo wama-2024. Ixhego eli laye laduma kakhulu emveni kwevidiyo eyathi tshitshilili…
Read MoreXHORHA- Izithethi zigalele kophuka neyokuvika kumxhamsholo netheko lokuthweswa kwezidanga zeenkokheli zangomso, elitheko beliququzelwa yingqonyela ephezulu uNkskz Khunjulwa Nelson nokwaMphathi wesikolo…
Read MoreGQEBERHA- UMasipala ombaxa waseNelson Mandela Bay ebebambe umsitho wokuqinisekisa ukuba uluntu luyakhuseleka ngelixesha leziyunguma kwisixeko, ngomhla we-22 kweyeNkanga 2024 kwiholo…
Read MoreMTHATHA- Bayanxakama kwaye bakhala esimantshiyane abo bebefudula befunda kwisikolo sokwenza iinwele, iinzipho kunye nezinye izinto. Isikolo esizinze phantsi kwedolophu yaseMthatha…
Read MoreBHISHO- UMphathiswa weSebe lezeMfundo eMpuma Koloni uFundile Gade, uye wafumanisa ukuba kukhona izigrogriso ezithusayo ezijongiswe kwigosa eliphezulu lezemali kwiSebe lezeMfundo…
Read MoreEMONTI – ISebe lezeMpilo eMpuma Koloni liyaqhubekeka nokuqinisekisa ukuba lizisa iinkozo ezingundoqo eluntwini laseMpuma Koloni, oku kuza emveni kokuba isebe…
Read MoreCALA- Amapolisa ephondo leMpuma Koloni aqhuba uphando ngezityholo zobuqophololo ngaku Sodolophu womasipala wasekuhlaleni iSakhisizwe uBoniswa Ponoshe kunye noSomlomo walo masipala…
Read MoreQUMBU- Azigezi ziyapetsula impungutye zemigqutsubana yamakhwenkwe ezixhomise inqwelo-mafutha yeSebe lezeMpilo kwiphondo leMpuma Koloni. Lemikhuthuka nemikhuthukana yamaphara namaphanana wezixhiliphothi axhomise inqwelo-mafutha…
Read MoreTARKASTAD- Kwiphondo leMpuma Koloni kusweleke abantu abalishumi elinesihlanu(15) kwiziganeko zengozi ezahlukeneyo kunye nabantu abalishumi elinesibhozo(18) abathe bonzakala ngokumandla. Ezona zinto…
Read More