NYANDENI- Traveling through the Nyandeni local municipality in the OR District Municipality is a daunting task. Untarred roads, characteristic of…
Read MoreNYANDENI- Traveling through the Nyandeni local municipality in the OR District Municipality is a daunting task. Untarred roads, characteristic of…
Read MoreNGCOBO – Ngaphandle kokubhiyozela iminyaka engamashumi amathathu wenkululeko eMzantsi Afrika, abaninzi basajamelene nengxaki yokungabinamanzi acocekileyo kwiphondo leMpuma Koloni ingakumbi eNgcobo.…
Read MoreMTHATHA- Abakwantsasana bakhangela izibhovu-bhovu zezibhongobhiyane ezibandakanyeka ekugwintweni kwentombi eneminyaka engama-28 kunye nomama osele ebuqina, oneminyaka engama-53. Esisibini sigetyengelwe eNtokozweni, eBaziya…
Read MoreGQEBERHA- UMasipala ombaxa waseNelson Mandela Bay unesigqeba esitsha esizokuxhuzula imikhala. Ngokwengxelo edizwe ngulomasipala ngomhla wesibhozo kweyeNkanga kulo umiyo, igxininisile ukuba…
Read MoreNGQELENI-Itsha-ntliziyo kuphuhliso nentlalo yoluntu, izinxiba-mxhaka, irharha nesiquququ sendoda. Umntu obenothando, ububele, intobeko kunye nentlonipho komncinci nomdala. Uwile umthi omkhulu, silahlekelwe…
Read MoreMONTI- Zithe zanqakulwa ngamapolisa izikhakhamela zenkunzi-malanga, ooXholovane abaziwayo kwimbudede nembundandimunye yezixholo-xholo ezinodushe olukhatshwa bubundlobongela kwiphondo leMpuma Koloni. Amadoda amathathu(3) abanjiweyo…
Read MoreMONTI- Kubanjwe umfundi oneminyaka eyi20 emveni kokuba ebelekele kwindawo yokuhlala yasesikolweni(School residence), emveni koko walahla imveku yakhe emgqomeni. Othethela amapolisa…
Read MoreGQEBERHA-A shocking scandal has rocked the Nelson Mandela Bay Metropolitan Municipality Ward 5 council office. An assistant was arrested on…
Read MoreGQEBERHA- A 49 year old mother is allegedly accused of orchestrating the cold-blooded murder of her 22 year old son,…
Read MoreKOMANI-Kweliphondo leMpuma Koloni, ngabantwana abathandathu(6) abagcuma zintlungu esibhedlele besabelana ngencwina emveni kokuthenga amashwam-shwam kwivenkile yabemi bangaphesheya kocingo. Esisiganeko senzeke ngoLwesihlanu…
Read More