QUMBU- UMasipala wasekuhlaleni waseKumkani Mhlontlo uthabathe isigqibo sokubeka uManejala walomasipala uLungile Ndabeni bucala okwethutyana, oku kuza emveni kokuba iSebe lorhulumento…
Read More

QUMBU- UMasipala wasekuhlaleni waseKumkani Mhlontlo uthabathe isigqibo sokubeka uManejala walomasipala uLungile Ndabeni bucala okwethutyana, oku kuza emveni kokuba iSebe lorhulumento…
Read More
MQANDULI- Kudutyulwe umfundisi-ntsapho wayikhaba ibhekile wesikolo samabanga aphakamileyi iGengqe eMqanduli ngexesha ebesiya emsebenzini, ngomhla we-28 kule imiyo. Iingxelo zidiza ukuba…
Read More
BISHO- URhulumente wephondo leMpuma Koloni unqwalile ukuba ngokwenene akabalibelanga bonke abo babechatshazelwe zintlekele intsuku ezimbini ukusukela ngomhla we-08 ukuya ngomhla…
Read MoreGCUWA- ISebe lezokuhlaliswa koluntu kwiphondo leMpuma Koloni lakhe izindlu eziyi-120 zethutyana kwilokishi yaseNew Rest eGcuwa, oku kuza emveni kokuba abahlali…
Read More
TINARA- Yayinguqulukabhedu ngomhla we29 kweyeKhala 2023 kwilokishi yaKwaNobuhle, eGqeberha ngexesha amadoda amathathu ayephanga izithuthi ezimbini, oomakhalekhukhwini kunye nemali engange R20.…
Read More
EMONTI- Limiselwe umhla we29 kweyoMsintsi 2025 ityala leNkokheli yombutho ophikisayo wezopolitiko iEconomic Freedom Fighters (EFF) uJulius Malema, esisigqibo sithathwe yinkundla…
Read More
MTHATHA- Ulele ebhaliwe wavuka echetyiwe uSiphendule Buku Cothela(29), emveni kokuba iNkundla kaMantyi yaseMthatha imgwebe ubomi ethothoza kwezimnyama izisele ngokudlwengula nokuzama…
Read MoreKOMANI- Oonqevu baphinde bazama ukuqweqwedisa isigadla sokusebenza seseburhulumenteni, abasebenzi beSebe lezoThutho ephondweni badibene nezulu lezandla ngexesha bebesuka kulungisa indlela kuR408…
Read MoreGQEBERHA- Unqevu wangapha kwecingo kwelase Zimbabwe noxhwarhe kweli uThabiso Mafempi(35) uqamele ngolwimi emveni kokuba wathyuthula intambo yakwaTelkom, lonqevu wayithyula lentambo…
Read MoreXHORHA- Oonqevu, oonqalintloko baseXhorha baphange isigadla seSebe lezoThutho ngobusuku bangoMvulo kuleveki, baze batyhuthula i ‘tracker‘ yesisigadla ukuze balahle umkhondo. Oku…
Read More